Xa ndiyifumene ifomu yakho yokwenza isicelo, ndiza kuqhagamshelana nawe ukuqalisa inkqubo yophando. Imisebenzi iza kuthatha malunga neeyure ezimbini ukuba igqitywe. Oku kusenokwenziwa e-ofisini yakho okanye ekhayeni lakho – naphi na apho uza kuziva upholile kwaye kungekho nto iza kukuphazamisa.

 

 

Yila umsebenzi wakho wezobugcisa.

(Cofa umfanekiso ukuze uvule umyalelo womzobo efestileni entsha)

Yazisa umsebenzi wakho wezobugcisa.

 

Zalisa uphengululo lwakho lwe-LSM

(Cofa umfanekiso ukuze uvule uphengululo lwe-LSM kwifestile entsha).